|
ENTREPRENEURAL DEVELOPMENT PROGRAMME - UPHUHLISO LOO-SOMASHISHINI ABASAKHASAYO
OKUQULATHEKILEYO / CONTENTS
Imfundiso ithabatha iintsuku ezintlanu, ize ilandelwe ziveki ezimbini, apho abalawuli okanye abanini mashishini babhala phantsi Ucwangciso Shishini lwabo (Business Plan.) Umfundi kufuneka angenise Ucwangciso shishini oluqgibeleleyo, emva kwee-veki ezimbini uphuhliso lugqithile, ukuze afumane isatifiketi esichaza ukuba uzigqibile izifundo ngocwangciso shishini (Certificate)
Olu Phuhliso lujongene nezi zifunndo zilandelayo
- Usomashishini osakhasayo (Entrepreneural)
- Ucwangciso ngezentengiso (Marketing Plan)
- Ucwangciso ngezezimali (Financial Plan)
- Ulondolozo lwamaxwebhu/ ucwangciso ngolawulo(Record Keeping / Management Plan)
- Ucwangcisho Shishini (Business Planning)
The following EDP Training was held
- 07 - 11 February 2005
WCBDCSaldanha, 13 Entrepreneurs Attended
- 14 - 18 February 2005
Civic Hall -Veldrif, 09 Entrepreneurs Attended
- 28 - 04 March 2005
WC HIV AIDS, Vredenburg, Evening Training,
17 Entrepreneurs Attendend
- 07 - 11 March 2005
Civic Hall - Vredenburg, 11 Entrepreneurs Attended
|
I-OFISI YENKCUKHACHA / INFORMATION CENTRE
Ufumana ulwazi malunga:
- Ubhaliso ngokusemthethweni (Legal registrations)
- Iintlobo zamashishini neziqulatho (Business Functions)
- Ithala-lencwadi njalo-njalo (Library) etc.
UBHALISO NGOKUSEMTHETHWENI/LEGAL REGISTRATION
I WCBDC ikuncedisa ngobhaliso ngezintlobo zilandelayo:
The WCBDC assist with the following Legal Registrations:
- IQUMRU(CLOSE CORPORATION)
- UIF
- TAX
- VAT
- WORKMEN'S COMPENSATION
- REGIONAL COUNCIL
- INCOME TAX
- TAX CLEARANCE CERTIFICATE
Article written by: Simozana Mdala
|